Mdantsane for Jesus

Mdantsane for Jesus Events in our churches for christians

24/04/2026

Ifown yam itshone emanzini ashushu ndikhawuleze ndayikhupha fast ndayifaka kumanzi abandayo.

17/04/2026

Akuthengele 2 yamagila tywaleni gqiba akufownele everyday athi ndingulo wenyama

17/04/2026

Cela uncedo now

Ndifuna uthi SUTATSALAZA kulo mlungu but ndixakwe sisilungu

HELP!!

15/04/2026
15/04/2026

Ungena etaxin une attitude ungabulisi kanti ubby wakho ikunike icala le R20 😂😂😂😂

07/04/2026

20:00 Dabawo is typing
20:10 Dabawo is typing
20:16 Dabawo is typing
21:00 Dabawo is typing
21:30 Dabawo is typing
Zindenzelaistressintoozibhalakufayisibhukimntakabhutiyintonlentoukrwadakangaka.

07/04/2026

Siyavuma ungowase Mabheleni kdw sude unxibe iHeels👠 nekawusi zebhola🥴

07/04/2026

Uba uyayazi box ye Ultramel uba iSilver ngaphakathi hay shame uzphethe kakubi.

07/04/2026

Umntu abhale P.E kuba exakwe si spelling sika Pot Earlyzabird mxm ndizakusoloko ndiphi Na bethuna

07/04/2026

Ndingazenza zonke izinto, kodwa impazamo yokulwa kungekho mntu wonqanda , sorry

wenza njani
06/04/2026

wenza njani

06/04/2026

Umntu maka post student card sala university ayibhale kwi profile yakhe

Address

Nu3
East London

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Mdantsane for Jesus posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share